SONGS

Nathi – Abantu Balendawo

AUDIO Nathi – Abantu Balendawo MP3 DOWNLOAD

South African singer-songwriter and artist, Nkosinathi Mankayi, professionally known as Nathi released this amazing joint tagged “Abantu Balendawo” a few years back.

RELATED: Nathi – Sabela

QUOTABLE LYRICS

Kukho abantu kulendawo
Abafun’ubona ntwentle tu
Xa bebon’omny’umntu ezama
Bayonyanya
Bathi uzenza ngcono
Ngcono landel’iphupha lakho
Ngcono usabel’ubizo lwakho eyi
Ngcono kuthwa uyaphambana
Kunokuba
Uphalale njengabo

Xa ndibulisa bayathul’
Ndithi molweni abavumi
Xa ndidlula bayathetha
Bathi akabulisi
Ucing’ba ongcono
Abasafuni nohlala nam
Xa ndingena bayaphakama bahambe
Uzosimoshela abantwana lo
Makahambe
Bendifuna uthando nje

Listen to “Nathi – Abantu Balendawo.” below;

AUDIO Nathi – Abantu Balendawo MP3 DOWNLOAD

DOWNLOAD MP3

Also, check more songs from Nathi;

Leave a Comment